Uyeremiya 12:6 XHO75

6 Ngokuba nabazalwana bakho, nendlu kayihlo, banginizile kuwe nabo; bayamemeza emva kwakho nabo ngezwikazi elikhulu. Musa ukukholwa ngabo, xa bathetha izinto ezilungileyo kuwe.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 12

imbono Uyeremiya 12:6 kwimeko