Uyeremiya 13:12 XHO75

12 Uze uthethe kubo eli lizwi: Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Yonke imiphanda iyazaliswa ngewayini. Baya kuthi kuwe, Asazi nokwazi na, ukuba yonke imiphanda iyazaliswa ngewayini?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 13

imbono Uyeremiya 13:12 kwimeko