Uyeremiya 14:12 XHO75

12 Xa bazila ukudla, andiyi kukuphulaphula ukuhlahlamba kwabo; naxa banyusa amadini anyukayo neminikelo yokudla, andiyi kukholiswa ngawo; ke ndiya kubaphelisa ngekrele, nangendlala, nangendyikitya yokufa.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 14

imbono Uyeremiya 14:12 kwimeko