Uyeremiya 14:17 XHO75

17 Ngoko uze uthethe kubo eli lizwi lokuthi, Amehlo am ahla iinyembezi ubusuku nemini, angaphezi; ngokuba yaphulwe ngolwaphulo olukhulu inkazana eyintombi yabantu bakowethu, ngenxeba elibulalayo kakhulu.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 14

imbono Uyeremiya 14:17 kwimeko