Uyeremiya 14:22 XHO75

22 Phakathi kothixo abangento beentlanga, bakhó na abangánisa imvula? Izulu lingáyinika na imivumbi? Asinguwe na, Yehova Thixo wethu? Sithembé wena; ngokuba uzenzile wena zonke ezo zinto.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 14

imbono Uyeremiya 14:22 kwimeko