Uyeremiya 15:19 XHO75

19 Ngako oko utsho uYehova ukuthi, Ukuba uthe wabuya, ndokubuyisa, ubuye ume phambi kwam; ukuba uthe wakhupha okunqabileyo kokungení, woba njengomlomo wam; abo baya kubuyela kuwe; ke wena akuyi kubuyela kubo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 15

imbono Uyeremiya 15:19 kwimeko