Uyeremiya 16:10 XHO75

10 Ke kaloku kothi, xa uthe wabaxelela aba bantu la mazwi onke, baza bathi kuwe, Kungenxa yani na ukuba uYehova abuthethe ngathi bonke obu bubi bukhulu kangaka, buyini na ubugwenxa bethu, siyini na isono sethu, esoné ngaso kuYehova uThixo wethu?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 16

imbono Uyeremiya 16:10 kwimeko