13 Ndiya kunijulela ngaphandle kweli lizwe, niye ezweni eningalazanga, nina nooyihlo, nikhonzele khona apho thixo bambi imini nobusuku; ngokuba ndingayi kuba natarhu kuni.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 16
imbono Uyeremiya 16:13 kwimeko