Uyeremiya 17:16 XHO75

16 Mna andikubalekelanga ukuba ngumalusi emva kwakho; andiwunqwenelanga umhla onesifo, wena uyazi; okuphume emlonyeni wam bekuphambi kobuso bakho.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 17

imbono Uyeremiya 17:16 kwimeko