Uyeremiya 19:11 XHO75

11 Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ndiya kwenjenje ukubaqhekeza aba bantu nalo mzi, njengokuqhekezwa kwezitya zombumbi, ezingasenakubuya zingcitywe; babangcwàbele eTofete, ngokungabikho ndawo yakungcwaba.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 19

imbono Uyeremiya 19:11 kwimeko