Uyeremiya 19:15 XHO75

15 Utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Yabonani, ndiwuzisela lo mzi, nemizi yawo yonke, bonke ububi endibuthethileyo ngawo; ngokuba beyenzé lukhuni intamo yabo, ukuze bangawevi amazwi am.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 19

imbono Uyeremiya 19:15 kwimeko