Uyeremiya 2:19 XHO75

19 Buya kukuthethisa ububi bakho, nokuphamba kwakho kuya kukohlwaya; yazi ke ubone, ukuba kubi, kukrakra, ukumshiya uYehova uThixo wakho, nokuthi ungankwantyi phambi kwam; itsho iNkosi, uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 2

imbono Uyeremiya 2:19 kwimeko