Uyeremiya 20:11 XHO75

11 Ke uYehova unam, njengegorha elingcangcazelisayo; ngenxa yoko baya kukhubeka abandisukelayo, abayi koyisa; baya kudana kakhulu, ngokuba bengenzanga ngengqiqo; ihlazo labo lingunaphakade, alinakulityalwa.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 20

imbono Uyeremiya 20:11 kwimeko