35 Yitshoni elowo kummelwane wakhe, elowo kumzalwana wakhe, ukuthi, Útheni na ukuphendula uYehova? útheni na ukuthetha uYehova?
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 23
imbono Uyeremiya 23:35 kwimeko