Uyeremiya 25:1 XHO75

1 Ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokusingisele ebantwini bonke bakwaYuda, ngomnyaka wesiné kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ongumnyaka wokuqala kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 25

imbono Uyeremiya 25:1 kwimeko