Uyeremiya 25:29 XHO75

29 Ngokuba, yabonani, ndiqalela emzini obizwa ngegama lam, ukuhlisa ububi; ningába msulwa nide nibe msulwa na ke nina? Aniyi kuba msulwa; ngokuba ikrele ndilibizela bonke abemi behlabathi; utsho uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 25

imbono Uyeremiya 25:29 kwimeko