Uyeremiya 27:3 XHO75

3 Wòzithumela kukumkani wakwaEdom, nakukumkani wakwaMowabhi, nakukumkani woonyana baka-Amon, nakukumkani waseTire, nakukumkani waseTsidon, ngesandla sabathunywa abeze eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 27

imbono Uyeremiya 27:3 kwimeko