Uyeremiya 27:9 XHO75

9 Musani ke nina ukubaphulaphula abaprofeti benu, nabavumisi benu, namaphupha enu, namatola enu, nabakhafuli benu; bona abo bàthi kuni, Aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 27

imbono Uyeremiya 27:9 kwimeko