Uyeremiya 28:11 XHO75

11 Wathetha uHananiya emehlweni abantu bonke, esithi, Utsho uYehova ukuthi, Ndiya kwenjenje ukuyaphula idyokhwe kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, ngale minyaka mibini iza kuzaliseka, ezintanyeni zeentlanga zonke.Wemka ke uYeremiya umprofeti, wahamba indlela yakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 28

imbono Uyeremiya 28:11 kwimeko