Uyeremiya 29:8 XHO75

8 Ngokuba utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Mabanganilukuhli abaprofeti benu abaphakathi kwenu, kwanabavumisi benu, ningawaphulaphuli amaphupha enu eniwaphuphayo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 29

imbono Uyeremiya 29:8 kwimeko