Uyeremiya 3:1 XHO75

1 Kuthiwa, Ukuba ithe indoda yamgxotha umkayo, wemka kuyo, waba ngowandoda yimbi, inokumbuyela na? Alingebi lihlanjelwe na elo lizwe? Wena ke uhenyuzile nezithandane ezininzi; ùnokubuyela na ke kum? utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 3

imbono Uyeremiya 3:1 kwimeko