Uyeremiya 30:11 XHO75

11 Ngokuba ndinawe, utsho uYehova, ukuze ndikusindise; ngokuba ndiya kuzigqibela kuphele iintlanga zonke endakuphangalalisela kuzo; kodwa andiyi kukugqibela kuphele; ndokuthethisa ngokusesikweni, ndingàthi umsulwa kwakanye.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 30

imbono Uyeremiya 30:11 kwimeko