Uyeremiya 30:6 XHO75

6 Khanibuzise nikhangele, ukuba indoda yakha yamitha na? Yini na ukuba ndibone abafo bonke, izandla zabo zisemanqeni abo njengomfazi ozalayo, ubuso bonke busuke baluthuthu?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 30

imbono Uyeremiya 30:6 kwimeko