19 Ngokuba emva kokukutshikilela kwam ndazohlwaya, emva kokwaziswa kwam ndabetha ethangéni lam; ndadana, ndeva ihlazo, ngokuba ndithwele isingcikivo sobuncinane bam.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 31
imbono Uyeremiya 31:19 kwimeko