Uyeremiya 32:1 XHO75

1 Ilizwi elafikayo kuYeremiya, livela kuYehova, ngomnyaka weshumi kaZedekiya ukumkani wakwaYuda; loo mnyaka ke ngumnyaka weshumi elinesibhozo kaNebhukadenetsare.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32

imbono Uyeremiya 32:1 kwimeko