Uyeremiya 32:16 XHO75

16 Ndathandaza kuYehova emveni kokuyinikela kwam incwadi yentengo kuBharuki unyana kaNeriya, ndathi,

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32

imbono Uyeremiya 32:16 kwimeko