Uyeremiya 32:30 XHO75

30 Ngokuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaYuda baye besenza ububi bodwa emehlweni am kwasebuncinaneni babo; ngokuba oonyana bakaSirayeli ngabaqumbisi bodwa kum, ngezenzo zezandla zabo; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32

imbono Uyeremiya 32:30 kwimeko