4 angàsindi esandleni samaKaledi uZedekiya ukumkani wakwaYuda; úya kunikelwa okunene esandleni sokumkani waseBhabheli; umlomo wakhe uthèthe nomlomo wakhe, amehlo akhe abone amehlo akhe;
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32
imbono Uyeremiya 32:4 kwimeko