Uyeremiya 32:42 XHO75

42 Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Njengoko ndabaziselayo aba bantu bonke obu bubi bukhulu kangaka, ndiya kwenjenjalo ukubazisela konke okulungileyo endikuthethayo ngabo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32

imbono Uyeremiya 32:42 kwimeko