Uyeremiya 33:21 XHO75

21 wóba uya kwaphulwa nawo umnqophiso wam noDavide umkhonzi wam, ukuba angabi nanyana ungukumkani etroneni yakhe; kwanabaLevi ababingeleli, abalungiselela mna.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 33

imbono Uyeremiya 33:21 kwimeko