Uyeremiya 36:12 XHO75

12 wehla waya endlwini yokumkani, egumbini lombhali. Nabo, behleli khona abathetheli bonke: ooElishama umbhali, noDelaya unyana kaShemaya, noElinatan unyana ka-Akebhore, noGemariya unyana kaShafan, noZedekiya unyana kaHananiya, nabathetheli bonke.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 36

imbono Uyeremiya 36:12 kwimeko