Uyeremiya 36:16 XHO75

16 Kwathi, bakuweva onke loo mazwi, bankwantya, elowo ebheka kowabo; bathi kuBharuki, Simelwe kukumxelela ukumkani onke la mazwi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 36

imbono Uyeremiya 36:16 kwimeko