Uyeremiya 36:21 XHO75

21 Ukumkani wathuma uYehudi, ukuba ayithabathe incwadi esongwayo; wayithabatha ke egumbini likaElishama umbhali. UYehudi wayilesa ezindlebeni zokumkani, nasezindlebeni zabathetheli bonke abamele ngakukumkani.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 36

imbono Uyeremiya 36:21 kwimeko