Uyeremiya 36:9 XHO75

9 Kwathi ngomnyaka weshumi kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba, bamema uzilo lokudla phambi koYehova kubantu bonke baseYerusalem, nakubantu bonke ababevele emizini yakwaYuda, beza eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 36

imbono Uyeremiya 36:9 kwimeko