Uyeremiya 37:1 XHO75

1 Ke kaloku ukumkani uZedekiya unyana kaYosiya waba ngukumkani esikhundleni sikaKoniyahu unyana kaYehoyakim, owenziwa ukumkani ezweni lakwaYuda nguNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 37

imbono Uyeremiya 37:1 kwimeko