10 Inene, nibe ningafanelana niyixabele impi yonke yamaKaledi alwayo nani, kwasala kuyo amadoda aziingxwelera; abeya kuvuka elowo ententeni yakhe, awutshise lo mzi ngomlilo.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 37
imbono Uyeremiya 37:10 kwimeko