Uyeremiya 37:13 XHO75

13 Kwathi, esesangweni lakwaBhenjamin, ekhona nomphathi-balindi, ogama linguIriya unyana kaShelemiya, unyana kaHananiya, wambamba uYeremiya umprofeti, esithi, Ùphambela kumaKaledi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 37

imbono Uyeremiya 37:13 kwimeko