Uyeremiya 38:23 XHO75

23 Ke bonke abafazi bakho noonyana bakho baya kukhutshwa, basiwe kumaKaledi, ungasindi wena esandleni sawo; ke wena uya kubanjwa sisandla sokumkani waseBhabheli, utshisise lo mzi ngomlilo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 38

imbono Uyeremiya 38:23 kwimeko