Uyeremiya 4:27 XHO75

27 Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Kuya kuba senkangala kulo lonke ilizwe; kodwa ndingàligqibeli kuphele.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 4

imbono Uyeremiya 4:27 kwimeko