Uyeremiya 40:11 XHO75

11 NamaYuda onke abe ekwelakwaMowabhi, nakoonyana baka-Amon, nakwelakwaEdom, nabasemazweni onke, eva ukuba ukumkani waseBhabheli umise amasalela kwaYuda, nokuba umenzé umveleli wawo uGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 40

imbono Uyeremiya 40:11 kwimeko