Uyeremiya 41:2 XHO75

2 Wesuka uIshmayeli unyana kaNetaniya, namadoda alishumi abenaye, wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, ngekrele; wambulala ke obenziwe umveleli ngukumkani waseBhabheli ezweni eli;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 41

imbono Uyeremiya 41:2 kwimeko