Uyeremiya 42:17 XHO75

17 Namadoda onke, abubhekise ubuso bawo eYiputa, ukuba aphambukele khona, aya kufa likrele, nayindlala, nayindyikitya yokufa, kungasali nanye kuwo, isindayo ebubini endiwazisela bona.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 42

imbono Uyeremiya 42:17 kwimeko