Uyeremiya 43:12 XHO75

12 Ndiya kufaka isikhuni ezindlwini zoothixo baseYiputa, azitshise zona, abathimbe bona, azithi wambu ngelizwe leYiputa, njengokuba umalusi ezithi wambu ngengubo yakhe; aphume kulo enoxolo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 43

imbono Uyeremiya 43:12 kwimeko