Uyeremiya 45:1 XHO75

1 Ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki unyana kaNeriya, ekuwabhaleni kwakhe encwadini la mazwi, ephuma emlonyeni kaYeremiya, ngomnyaka wesiné kaYoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi,

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 45

imbono Uyeremiya 45:1 kwimeko