Uyeremiya 45:5 XHO75

5 Wena uzifunela izinto ezinkulu; musa ukuzifuna. Ngokuba, uyabona, ndiyizisela ububi inyama yonke, utsho uYehova; ke ndikunika umphefumlo wakho ube lixhoba lakho, ezindaweni zonke oya kuya kuzo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 45

imbono Uyeremiya 45:5 kwimeko