Uyeremiya 46:18-19 XHO75

18-19 Ndihleli nje, utsho ukumkani, ogama lakhe linguYehova wemikhosi, ukuthi, Inene, úya kuza énjengeTabhore phakathi kweentaba, énjengeKarmele ngaselwandle. Zénzele iimpahla zemfuduka, mmi, ntombi iyiYiputa; ngokuba iNofu iya kuba linxuwa, itshiswe, ingabi nammi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 46

imbono Uyeremiya 46:18-19 kwimeko