Uyeremiya 47:3 XHO75

3 Ngenxa yesingqi sokunyathela kwamanqina eembalasane zamahashe akhe, ngenxa yokugoqoza kweenqwelo zakhe zokulwa, ngokuxokozela kweevili zakhe, ooyise abasabheki koonyana ngokuwa kwezandla;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 47

imbono Uyeremiya 47:3 kwimeko