Uyeremiya 48:11 XHO75

11 Wonwaba uMowabhi kwasebuncinaneni bakhe, wee tywa phezu kweentsipho zakhe; akakhutshelwanga kwesinye isitya, akahambanga efuduswa; ngenxa yoko isongo sakhe sihleli kuye, nevumba lakhe aliguqukanga.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 48

imbono Uyeremiya 48:11 kwimeko