Uyeremiya 48:32 XHO75

32 Ngaphezu kokulila kweYazere ndiya kulìlela wena, mdiliya waseSibhema, omasebe awela ulwandle, ada aya kufika elwandle lwaseYazere; ekuvunweni kweziqhamo nasekuvunweni kweediliya zakho kugaleleke umbhuqi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 48

imbono Uyeremiya 48:32 kwimeko