Uyeremiya 48:44 XHO75

44 Osaba unkwantyo uya kweyela emgongxweni; ophuma emgongxweni uya kubanjiswa sisibatha; ngokuba ndiya kumzisela yena uMowabhi umnyaka wokuvelelwa kwakhe; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 48

imbono Uyeremiya 48:44 kwimeko